Paroles de la chanson Uzundigcine par
Andinaw'amandla
Okulwa ngokwam
Thixo yilwa
Nabalwa nam
Noba sekumnyama ndinga luboni utshaba
Iba ngamehlo am
Noba sekumnyama ndingayoni indlela
Iba nam
Ngelixesha kugquth'umoya
Ngama mene mene
Ngama lokonya
lintwez'noomona
Thixo iba nam
Iba nam
Okulwa ngokwam
Thixo yilwa
Nabalwa nam
Noba sekumnyama ndinga luboni utshaba
Iba ngamehlo am
Noba sekumnyama ndingayoni indlela
Iba nam
Ngelixesha kugquth'umoya
Ngama mene mene
Ngama lokonya
lintwez'noomona
Thixo iba nam
Iba nam
Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze
Ngelixesha kugquth'umoya
Ngama mene mene
Ngama lokonya
lintwez'noomona
Thixo iba nam
Iba nam
Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze