Paroles de la chanson Baxabene Oxamu par
Baxabene oxamu
Bexabene ngengxongxo
Bexakwe yinxu baxaka
Baxabene oxamu
Bexabene ngengxongxo
Bexakwe yinxu baxaka
Hayi, ke le gqi iqheya
Laxing' eqhingeni
Beliqhatha baba geqotho leqhude
Hayi, ke le gqi iqheya
Laxing' eqhingeni
Beliqhatha baba geqotho leqhude
Baxabene oxamu
Bexabene ngengxongxo
Bexakwe yinxu baxaka
Baxabene oxamu
Bexabene ngengxongxo
Bexakwe yinxu baxaka
Hayi, ke le gqi iqheya
Laxing' eqhingeni
Beliqhatha baba geqotho leqhude
Hayi, ke le gqi iqheya
Laxing' eqhingeni
Beliqhatha baba geqotho leqhude
Hayi, ke le gqi iqheya
Laxing' eqhingeni
Beliqhatha baba geqotho leqhude
Baxabene oxamu
Bexabene ngengxongxo
Bexakwe yinxu baxaka
Baxabene oxamu
Bexabene ngengxongxo
Bexakwe yinxu baxaka